notícias musicais

top 13 artistas

top 13 musicas

Confira a Letra Siyathandana (feat. Amanda Black)

Berita

Siyathandana (feat. Amanda Black)

xa ebizwa amagama ethu ezulwini
zoba secaleni kwakho
xakufika imini yokugqibela
zoba secaleni kwakho

nasemnqamlezweni
hlal′ uyazi zobase caleni kwakho
hlal' uyazi
yena nam' s'yathandana

ecaleni kwakho

yena nam′ ubaby wam'
yena nam' s′yathandana
yena nam′ ubaby wam'
yena nam′ siyavana
yena nam' ubaby wam′
yena nam' sikunye
'Till the end

yena nam′ ubaby wam'
yena nam' s′yathandana
yena nam′ ubaby wam'
yena nam′ siyavana
yena nam' ubaby wam′
yena nam', till the end

ungowokuqala endicinga ngaye
ngolwesibini, ndadibana naye
ngoku mathathu amazwi endinawo
ngolwesine, ngolwesihlanu, ndingowakho

nguwe olawula ingqondo yam′
(nguwe olawula ingqondo yam')
iyo waphola umphemfulo wam'
(iyo waphola umphemfulo wam′)
wandiphandla amehlo am′
(wandiphandla amehlo am')
tsho yaxola inhliziyo yami, yeah

yena nam′ ubaby wam'
yena nam′ s'yathandana
yena nam′ ubaby wam'
yena nam' siyavana
yena nam′ ubaby wam′
yena nam' sikunye
'Till the end

yena nam′ ubaby wam'
yena nam′ s'yathandana
yena nam′ ubaby wam'
yena nam' siyavana
yena nam′ ubaby wam′
yena nam' sikunye
'Till the end
'Till the end

yena nami kude kuyovalwa
yena nami
yena nami kude kuyovalwa
yena nami
yena nami, yena nami, yena nami
'Till the end

'Till the end
'Till the end

Tracker